1 Samuweli 14:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko uYonatan wathi kumlindi, umphathi wezikrweqe zakhe: “Yiza size siwelele kwinkampu yala madoda angalukanga.+ Mhlawumbi uYehova uya kusisebenzela, kuba akukho sithintelo kuYehova ukuba asindise ngabaninzi okanye ngabambalwa.”+ 1 Samuweli 17:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 NoDavide wathi kumadoda awayemi kufuphi naye: “Kuya kwenziwa ntoni na kwindoda exabele laa mFilisti+ uphaya ize okunene isuse ungcikivo phezu koSirayeli?+ Kuba ungubani na lo mFilisti ungalukanga+ ukuba angcikive+ izintlu zedabi zoTHIXO ophilayo?”+ 2 Samuweli 1:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Musani ukukuxela eGati;+Ningakwazisi ezitratweni zeAshkelon,+Ngokoyikela ukuba iintombi zamaFilisti zisenokuba nemihlali,Ngokoyikela ukuba iintombi zabantu abangalukanga zisenokugcoba.+ Hezekile 44:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 ukungenisa kwenu abasemzini abangalukanga entliziyweni nabangalukanga enyameni,+ ukuze babe sengcweleni yam khon’ ukuze ihlanjelwe, yona kanye indlu yam; xa ninikela isonka sam,+ amanqatha+ negazi,+ ngoxa besaphula umnqophiso wam ngenxa yazo zonke izinto zenu ezicekisekayo.+
6 Ngoko uYonatan wathi kumlindi, umphathi wezikrweqe zakhe: “Yiza size siwelele kwinkampu yala madoda angalukanga.+ Mhlawumbi uYehova uya kusisebenzela, kuba akukho sithintelo kuYehova ukuba asindise ngabaninzi okanye ngabambalwa.”+
26 NoDavide wathi kumadoda awayemi kufuphi naye: “Kuya kwenziwa ntoni na kwindoda exabele laa mFilisti+ uphaya ize okunene isuse ungcikivo phezu koSirayeli?+ Kuba ungubani na lo mFilisti ungalukanga+ ukuba angcikive+ izintlu zedabi zoTHIXO ophilayo?”+
20 Musani ukukuxela eGati;+Ningakwazisi ezitratweni zeAshkelon,+Ngokoyikela ukuba iintombi zamaFilisti zisenokuba nemihlali,Ngokoyikela ukuba iintombi zabantu abangalukanga zisenokugcoba.+
7 ukungenisa kwenu abasemzini abangalukanga entliziyweni nabangalukanga enyameni,+ ukuze babe sengcweleni yam khon’ ukuze ihlanjelwe, yona kanye indlu yam; xa ninikela isonka sam,+ amanqatha+ negazi,+ ngoxa besaphula umnqophiso wam ngenxa yazo zonke izinto zenu ezicekisekayo.+