1 Samuweli 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngako oko alwa amaFilisti waza uSirayeli woyiswa,+ yaye basaba ngamnye esiya ententeni yakhe;+ kwaba kukhulu kakhulu ukubulawa ngogonyamelo,+ kangangokuba kuSirayeli kwawa amawaka angamashumi amathathu amadoda ahamba ngeenyawo.+
10 Ngako oko alwa amaFilisti waza uSirayeli woyiswa,+ yaye basaba ngamnye esiya ententeni yakhe;+ kwaba kukhulu kakhulu ukubulawa ngogonyamelo,+ kangangokuba kuSirayeli kwawa amawaka angamashumi amathathu amadoda ahamba ngeenyawo.+