Numeri 30:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 yeva indoda yalo yaza yathi cwaka kulo ngomhla wokuva kwayo, zimele zime izibhambathiso zalo okanye izibhambathiso zokuzila elibophe umphefumlo walo ngazo ziya kuma.+ Numeri 30:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa ukuba indoda yakhe ithe cwaka ngokupheleleyo kuye imihla ngemihla, yoba izimisele zonke izibhambathiso zakhe nezibhambathiso zokuzila zonke eziphezu kwakhe.+ Yoba izimisele ngokuba yathi cwaka kuye ngomhla wokuva kwayo. Duteronomi 23:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Uze uwagcine amazwi emilebe yakho,+ wenze kanye njengoko ubhambathisile kuYehova uThixo wakho njengomnikelo wokuzithandela othethe ngawo ngomlomo wakho.+ INtshumayeli 5:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Xa sukuba ubhambathisa isibhambathiso kuThixo, musa ukuthingaza ukusifezekisa,+ ngokuba akayoliswa ziziyatha.+ Oko ukubhambathisileyo, kufezekise.+
7 yeva indoda yalo yaza yathi cwaka kulo ngomhla wokuva kwayo, zimele zime izibhambathiso zalo okanye izibhambathiso zokuzila elibophe umphefumlo walo ngazo ziya kuma.+
14 Kodwa ukuba indoda yakhe ithe cwaka ngokupheleleyo kuye imihla ngemihla, yoba izimisele zonke izibhambathiso zakhe nezibhambathiso zokuzila zonke eziphezu kwakhe.+ Yoba izimisele ngokuba yathi cwaka kuye ngomhla wokuva kwayo.
23 Uze uwagcine amazwi emilebe yakho,+ wenze kanye njengoko ubhambathisile kuYehova uThixo wakho njengomnikelo wokuzithandela othethe ngawo ngomlomo wakho.+
4 Xa sukuba ubhambathisa isibhambathiso kuThixo, musa ukuthingaza ukusifezekisa,+ ngokuba akayoliswa ziziyatha.+ Oko ukubhambathisileyo, kufezekise.+