Isaya 66:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Ke kaloku zonke ezi zinto zenziwe sisandla sam, ukuze nje zona zonke zibekho,”+ utsho uYehova. “Ngoko, ndiya kukhangela kulo, kulowo uxhwalekileyo nokhathazekileyo emoyeni+ nongcangcazelayo lilizwi lam.+ Luka 1:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Wandula ke uMariya wathi: “Khangela! Ikhobokazana+ likaYehova! Ngamana kungenzeka kum ngokwendlela ovakalise ngayo.” Ngako oko ingelosi yemka kuye. Hebhere 4:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngoko ke, masisondele+ sinenkululeko yokuthetha+ kwitrone yobubele obungasifanelanga, ukuze sizuze inceba, sifumane ububele obungasifanelanga noncedo ngexesha elifanelekileyo.+
2 “Ke kaloku zonke ezi zinto zenziwe sisandla sam, ukuze nje zona zonke zibekho,”+ utsho uYehova. “Ngoko, ndiya kukhangela kulo, kulowo uxhwalekileyo nokhathazekileyo emoyeni+ nongcangcazelayo lilizwi lam.+
38 Wandula ke uMariya wathi: “Khangela! Ikhobokazana+ likaYehova! Ngamana kungenzeka kum ngokwendlela ovakalise ngayo.” Ngako oko ingelosi yemka kuye.
16 Ngoko ke, masisondele+ sinenkululeko yokuthetha+ kwitrone yobubele obungasifanelanga, ukuze sizuze inceba, sifumane ububele obungasifanelanga noncedo ngexesha elifanelekileyo.+