5 Kuba, khangela! uya kumitha, kwaye ngokuqinisekileyo uya kuzala unyana, yaye incakuba ayiyi kufika entlokweni yakhe,+ ngenxa yokuba umntwana lowo uya kuba ngumNaziri+ kaThixo ekuphumeni kwakhe esiswini;+ yaye nguye oya kukhokela ekusindiseni uSirayeli esandleni samaFilisti.”+