INdumiso 143:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ndifundise ukwenza ukuthanda kwakho,+Kuba wena unguThixo wam.+Umoya wakho ulungile;+Ngamana ungandikhokelela elizweni labathe tye.+ Mateyu 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Mabufike ubukumkani bakho.+ Makwenzeke ukuthanda+ kwakho nasemhlabeni,+ njengasezulwini.
10 Ndifundise ukwenza ukuthanda kwakho,+Kuba wena unguThixo wam.+Umoya wakho ulungile;+Ngamana ungandikhokelela elizweni labathe tye.+