IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 5:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Wandula ke wabuyela kumntu kaTHIXO oyinyaniso,+ yena nalo lonke iqela lakhe, weza wama phambi kwakhe waza wathi: “Yabona, ndiyazi ngokuqinisekileyo ukuba akukho Thixo naphi na emhlabeni ngaphandle kwakwaSirayeli.+ Ke kaloku, nceda, yamkela isipho esiyintsikelelo+ esivela kumkhonzi wakho.”

  • 2 Kumkani 8:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ukumkani wathi kuHazayeli:+ “Thabatha isipho+ ngesandla sakho uze uye kumhlangabeza umntu kaTHIXO oyinyaniso, uze ubuze+ kuYehova ngaye, uthi, ‘Ngaba ndiya kuphila na kwesi sifo?’”

  • IMizekeliso 17:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Isipho sililitye elikholekileyo emehlweni omniniso ozukileyo.+ Kuyo yonk’ indawo ajika kuyo uyaphumelela.+

  • IMizekeliso 18:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Isipho somntu simvulela indawo enkulu,+ size simkhokele ebusweni babantu abakhulu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share