IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 11:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Yaye bonke aba bakhonzi bakho baya kuza ngokuqinisekileyo kum baze baqubude kum,+ besithi, ‘Phuma, wena nabantu bonke abakulandelayo.’ Ndothi ke ndiphume emva koko.” Watsho ephuma kuFaro evutha ngumsindo.

  • Eksodus 32:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Wathi akusondela enkampini waza walibona ithole lenkomo+ kwanemingqungqo, wavutha umsindo kaMoses, waza ngoko nangoko wawalahla amacwecwe awayesezandleni zakhe, wawaphula emazantsi entaba.+

  • Roma 12:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Uthando lwenu+ malungabi naluhanahaniso.+ Kwenyanyeni oko kungendawo,+ namathelani koko kulungileyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share