1 Samuweli 9:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Ngomso malunga neli xesha ndiya kuthumela kuwe indoda esuka kwilizwe lakwaBhenjamin,+ uze ke uyithambise+ ibe yinkokeli yabantu bam uSirayeli; kwaye yona imele ibasindise abantu bam esandleni samaFilisti,+ ngenxa yokuba ndiyibonile inkxwaleko yabantu bam, kuba isikhalo sabo sifikile kum.+ 1 Samuweli 10:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wandula ke uSamuweli wathabatha iselwa+ leoli wayigalela entlokweni yakhe, wamanga+ waza wathi: “UYehova akakuthambisanga na ukuba ube yinkokeli+ phezu kwelifa lakhe?+ 1 Samuweli 24:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngenxa yoko wathi kumadoda akhe: “Makube lee, kum, ngokwembono kaYehova, ukuba ndingenza le nto enkosini yam, othanjisiweyo+ kaYehova, ngokolula isandla sam nxamnye naye, kuba ungothanjisiweyo kaYehova.”+ 2 Samuweli 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wandula ke uDavide wathi kuye: “Kwenzeke njani na ukuba ungoyiki+ ukolula isandla sakho wonakalise othanjisiweyo+ kaYehova?” IZenzo 4:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kananjalo, uHerode noPontiyo Pilato+ kunye nabantu beentlanga kunye nezizwana zakwaSirayeli ngokwenene babehlanganisene ndawonye kwesi sixeko nxamnye nomkhonzi wakho ongcwele+ uYesu, lowo wamthambisayo,+ IZenzo 10:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 ongulo, uYesu owayevela eNazarete, indlela uThixo awamthambisa ngayo ngomoya oyingcwele+ namandla, yaye walityhutyha ilizwe esenza okulungileyo kwaye ephilisa bonke abo bacinezelwe nguMtyholi;+ ngenxa yokuba uThixo wayenaye.+
16 “Ngomso malunga neli xesha ndiya kuthumela kuwe indoda esuka kwilizwe lakwaBhenjamin,+ uze ke uyithambise+ ibe yinkokeli yabantu bam uSirayeli; kwaye yona imele ibasindise abantu bam esandleni samaFilisti,+ ngenxa yokuba ndiyibonile inkxwaleko yabantu bam, kuba isikhalo sabo sifikile kum.+
10 Wandula ke uSamuweli wathabatha iselwa+ leoli wayigalela entlokweni yakhe, wamanga+ waza wathi: “UYehova akakuthambisanga na ukuba ube yinkokeli+ phezu kwelifa lakhe?+
6 Ngenxa yoko wathi kumadoda akhe: “Makube lee, kum, ngokwembono kaYehova, ukuba ndingenza le nto enkosini yam, othanjisiweyo+ kaYehova, ngokolula isandla sam nxamnye naye, kuba ungothanjisiweyo kaYehova.”+
14 Wandula ke uDavide wathi kuye: “Kwenzeke njani na ukuba ungoyiki+ ukolula isandla sakho wonakalise othanjisiweyo+ kaYehova?”
27 Kananjalo, uHerode noPontiyo Pilato+ kunye nabantu beentlanga kunye nezizwana zakwaSirayeli ngokwenene babehlanganisene ndawonye kwesi sixeko nxamnye nomkhonzi wakho ongcwele+ uYesu, lowo wamthambisayo,+
38 ongulo, uYesu owayevela eNazarete, indlela uThixo awamthambisa ngayo ngomoya oyingcwele+ namandla, yaye walityhutyha ilizwe esenza okulungileyo kwaye ephilisa bonke abo bacinezelwe nguMtyholi;+ ngenxa yokuba uThixo wayenaye.+