1 Samuweli 12:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ukuba niya kumoyika uYehova+ nize okunene nimkhonze+ nithobele nelizwi lakhe,+ yaye ningawuvukeli+ umyalelo kaYehova, kokubini nina nokumkani omele anilawule ngokuqinisekileyo niya kuba ngabalandeli bakaYehova uThixo wenu. INdumiso 111:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ukoyika uYehova kukuqala kobulumko.+ ש [Sin]Bonke abo bayenzayo banengqiqo elungileyo.+ ת [Taw]Indumiso yakhe imi ngonaphakade.+ INtshumayeli 12:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ukuqosheliswa kombandela, emva kokuba yonk’ into iviwe, naku: Yoyika uTHIXO oyinyaniso+ uze ugcine imiyalelo yakhe.+ Kuba oku kuyimbopheleleko yomntu.
14 Ukuba niya kumoyika uYehova+ nize okunene nimkhonze+ nithobele nelizwi lakhe,+ yaye ningawuvukeli+ umyalelo kaYehova, kokubini nina nokumkani omele anilawule ngokuqinisekileyo niya kuba ngabalandeli bakaYehova uThixo wenu.
10 Ukoyika uYehova kukuqala kobulumko.+ ש [Sin]Bonke abo bayenzayo banengqiqo elungileyo.+ ת [Taw]Indumiso yakhe imi ngonaphakade.+
13 Ukuqosheliswa kombandela, emva kokuba yonk’ into iviwe, naku: Yoyika uTHIXO oyinyaniso+ uze ugcine imiyalelo yakhe.+ Kuba oku kuyimbopheleleko yomntu.