INdumiso 15:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Emehlweni akhe uyamgatya nabani na odelekileyo,+Kodwa abo boyika uYehova uyababeka.+Ofunga angajiki, nokuba kubi kuye.+
4 Emehlweni akhe uyamgatya nabani na odelekileyo,+Kodwa abo boyika uYehova uyababeka.+Ofunga angajiki, nokuba kubi kuye.+