IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 27:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 “‘Kuphela nje makungabikho nanye into enikelweyo emele ithengiswe, athe umntu wayithabatha ezintweni zakhe zonke waza wayinikela kuYehova ukuze itshatyalaliswe,+ enoba ngumntu okanye sisilo okanye yintsimi elilifa lakhe, yaye makungabikho nanye into enikelweyo ethi ithengwe kwakhona.+ Iyeyona nto ingcwele kuYehova.

  • Levitikus 27:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Makungabikho namnye umntu onikelwe kwintshabalalo othi akhululwe.+ Ufanele abulawe afe.+

  • 1 Samuweli 15:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Kamva uYehova wakuthuma waza wathi, ‘Hamba, utshabalalise aboni,+ ama-Amaleki, yaye umele ulwe nabo ude ubatshabalalise.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share