IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 17:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 Ke kaloku uSawule wambesa uDavide ngezambatho zakhe, waza wambeka isigcina-ntloko sobhedu entloko, emva koko wamambesa ngesambatho sentsimbi.

  • 1 Kumkani 22:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Kwakukho indoda eyayigoba isaphetha ngobumsulwa, kodwa yabetha ukumkani wakwaSirayeli phakathi kwezihlomo nesambatho sentsimbi, kangangokuba wathi kumqhubi wakhe wenqwelo:+ “Jika isandla sakho, undikhuphe kule nkampu, ngenxa yokuba ndingxwelerheke kakubi.”

  • 2 Kronike 26:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Yaye u-Uziya waqhubeka ewalungiselela, umkhosi uphela, amakhaka+ neencula+ nezigcina-ntloko+ nezambatho zentsimbi+ nezaphetha+ namatye okusawula.+

  • Yeremiya 51:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “Lowo ugoba isaphetha sakhe makangasigobi.+ Makungabikho bani uphakamayo ekwisambatho sakhe sentsimbi.

      “Kwaye nina musani ukubonisa nayiphi na imfesane kubafana bayo.+ Wutshabalaliseni wonke umkhosi wayo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share