1 Samuweli 17:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 NoDavide wathi kumadoda awayemi kufuphi naye: “Kuya kwenziwa ntoni na kwindoda exabele laa mFilisti+ uphaya ize okunene isuse ungcikivo phezu koSirayeli?+ Kuba ungubani na lo mFilisti ungalukanga+ ukuba angcikive+ izintlu zedabi zoTHIXO ophilayo?”+ 2 Kumkani 19:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngubani na omngcikivileyo+ waza wamtshabhisa?+Yaye ngubani na ophakamise ilizwi lakho nxamnye naye+Ngaba uwaphakamisela phezulu na amehlo akho?+Nxamnye naLowo Ungcwele kaSirayeli!+ INdumiso 80:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Usimisela imbambano kubamelwane bethu,+Neentshaba zethu ziqhubeka zisigculela ngokuthanda kwazo.+
26 NoDavide wathi kumadoda awayemi kufuphi naye: “Kuya kwenziwa ntoni na kwindoda exabele laa mFilisti+ uphaya ize okunene isuse ungcikivo phezu koSirayeli?+ Kuba ungubani na lo mFilisti ungalukanga+ ukuba angcikive+ izintlu zedabi zoTHIXO ophilayo?”+
22 Ngubani na omngcikivileyo+ waza wamtshabhisa?+Yaye ngubani na ophakamise ilizwi lakho nxamnye naye+Ngaba uwaphakamisela phezulu na amehlo akho?+Nxamnye naLowo Ungcwele kaSirayeli!+