Genesis 37:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoko wathi kuye: “Nceda, undiyele khona. Ubone ukuba abantakwenu basaphila na, nokuba umhlambi usaphila na, uze ubuye undazise.”+ Wamndulula ke esuka entilini yaseHebron,+ waya ngakwaShekem.
14 Ngoko wathi kuye: “Nceda, undiyele khona. Ubone ukuba abantakwenu basaphila na, nokuba umhlambi usaphila na, uze ubuye undazise.”+ Wamndulula ke esuka entilini yaseHebron,+ waya ngakwaShekem.