- 
	                        
            
            Isaya 31:4INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
 - 
                            
- 
                                        
4 Kuba utsho uYehova kum ukuthi: “Kanye njengoko ingonyama ibhavuma, kwanengonyama entsha enesingci,+ phezu kwexhoba layo, yakubizelwa ihlokondiba labalusi, ingaloyiki ilizwi labo okanye yothuswe yingxokolo yabo; ngokukwanjalo uYehova wemikhosi uya kuhla ukuze enze imfazwe eNtabeni yeZiyon naphezu kwenduli yayo.+
 
 -