1 Samuweli 10:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngokuqinisekileyo umoya+ kaYehova uya kusebenza kuwe, yaye ngokuqinisekileyo uya kuthetha njengomprofeti+ kunye nabo uze utshintshe ube ngomnye umntu. 1 Samuweli 10:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kwathi ke bakumbona bonke abo babemazi ngaphambili, khangela! wayeprofeta kunye nabaprofeti. Ngenxa yoko abantu bathi omnye komnye: “Kwenzeke ntoni na kunyana kaKishe? Uphakathi kwabaprofeti noSawule na?”+ 1 Samuweli 19:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Naye wahluba izambatho zakhe wazenza umprofeti, naye ngokunjalo, phambi koSamuweli, waza wawa phantsi eze yonke loo mini nobo busuku bonke.+ Kungenxa yoko le nto kwathiwa: “Uphakathi kwabaprofeti na noSawule?”+
6 Ngokuqinisekileyo umoya+ kaYehova uya kusebenza kuwe, yaye ngokuqinisekileyo uya kuthetha njengomprofeti+ kunye nabo uze utshintshe ube ngomnye umntu.
11 Kwathi ke bakumbona bonke abo babemazi ngaphambili, khangela! wayeprofeta kunye nabaprofeti. Ngenxa yoko abantu bathi omnye komnye: “Kwenzeke ntoni na kunyana kaKishe? Uphakathi kwabaprofeti noSawule na?”+
24 Naye wahluba izambatho zakhe wazenza umprofeti, naye ngokunjalo, phambi koSamuweli, waza wawa phantsi eze yonke loo mini nobo busuku bonke.+ Kungenxa yoko le nto kwathiwa: “Uphakathi kwabaprofeti na noSawule?”+