Tito 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Bavakalisa esidlangalaleni ukuba bayamazi uThixo,+ kodwa bayamkhanyela ngemisebenzi yabo,+ ngoko ke bayacekiseka kuba abathobeli yaye abafanelekelanga+ naluphi na uhlobo lomsebenzi olungileyo. Hebhere 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Lumkani, bazalwana, kungaveli nakuwuphi na kuni onentliziyo engendawo eswele ukholo ngokuthi imke kuThixo ophilayo;+
16 Bavakalisa esidlangalaleni ukuba bayamazi uThixo,+ kodwa bayamkhanyela ngemisebenzi yabo,+ ngoko ke bayacekiseka kuba abathobeli yaye abafanelekelanga+ naluphi na uhlobo lomsebenzi olungileyo.
12 Lumkani, bazalwana, kungaveli nakuwuphi na kuni onentliziyo engendawo eswele ukholo ngokuthi imke kuThixo ophilayo;+