Duteronomi 32:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 NguLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni.+NguThixo wentembeko,+ tu ubugqwetha;+Lilungisa yaye uthe tye yena.+ 1 Samuweli 2:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Akukho bani ungcwele njengoYehova, kuba akukho bani ngaphandle kwakho;+Yaye akukho liwa linjengoThixo wethu.+ INdumiso 144:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 144 Makabongwe uYehova iLiwa lam,+Ofundisa izandla zam ukulwa,+Iminwe yam imfazwe;
4 NguLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni.+NguThixo wentembeko,+ tu ubugqwetha;+Lilungisa yaye uthe tye yena.+
2 Akukho bani ungcwele njengoYehova, kuba akukho bani ngaphandle kwakho;+Yaye akukho liwa linjengoThixo wethu.+