1 Samuweli 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Waza uHana wahlabela mgama ethandaza+ wathi:âIntliziyo yam iyagcoba ngoYehova,+Eneneni uphondo lwam luphakanyisiwe ngoYehova.+Umlomo wam uvuleke kakhulu nxamnye neentshaba zam,Kuba ndinemihlali ngosindiso lwakho.+
2 Waza uHana wahlabela mgama ethandaza+ wathi:âIntliziyo yam iyagcoba ngoYehova,+Eneneni uphondo lwam luphakanyisiwe ngoYehova.+Umlomo wam uvuleke kakhulu nxamnye neentshaba zam,Kuba ndinemihlali ngosindiso lwakho.+