-
Genesis 49:1INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
49 Kamva uYakobi wababiza oonyana bakhe waza wathi: “Hlanganisanani ukuze ndinixelele okuza kwenzeka kuni ekupheleni kwemihla.
-