- 
	                        
            
            1 Kronike 21:15INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
- 
                            - 
                                        15 Ngaphezu koko, uTHIXO oyinyaniso wathumela ingelosi eYerusalem ukuba iyonakalise;+ ngokukhawuleza esakube eqalisile ukuyonakalisa, uYehova wayibona waza wazisola ngentlekele leyo;+ ngoko wathi kwingelosi eyayiyonakalisa: “Kwanele!+ Sithobe ngoku isandla sakho.” Yaye ingelosi kaYehova yayimi kufuphi nesanda sikaOrnan+ umYebhusi.+ 
 
-