-
Numeri 24:17INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
17 Ndiya kumbona,+ kodwa kungekhona ngoku;
Ndiya kumkhangela, kodwa engekufuphi.
Ngokuqinisekileyo kuya kuphuma inkwenkwezi+ kwaYakobi,
Kusuke intonga yobukhosi ivela kwaSirayeli.+
Yaye ngokuqinisekileyo uya kuziqhekeza iintlafuno zentloko kaMowabhi+
Nokakayi lwabo bonke oonyana besiphithiphithi semfazwe.
-
-
1 Samuweli 14:47INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
47 Wabuthabatha ke uSawule ubukumkani phezu koSirayeli+ waza walwa imfazwe nxamnye nazo zonke iintshaba zakhe ezazimjikelezile, nxamnye noMowabhi+ nanxamnye noonyana baka-Amon+ nanxamnye noEdom+ nanxamnye nookumkani baseTsobha+ nanxamnye namaFilisti;+ yaye naphi na apho wayejikela ngakhona wayedlulisela umgwebo wesohlwayo.+
-