2 Kumkani 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ke yena uMesha+ ukumkani wakwaMowabhi, waba ngumfuyi weegusha, yaye wahlawula ukumkani wakwaSirayeli ikhulu lamawaka eemvana nekhulu lamawaka eenkunzi zezimvu ezingachetywanga. 2 Kronike 26:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Nama-Amoni+ aqalisa ukunikela+ ku-Uziya. Ekugqibeleni udumo lwakhe+ lwaya kufikelela naseYiputa, kuba wabonakalisa amandla ngokomlinganiselo ongaqhelekanga. INdumiso 72:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ookumkani baseTarshishe nabeziqithi+—Baya kuhlawula unikelo.+Ookumkani bakwaShebha nabakwaSebha—Baya kunikela isipho.+
4 Ke yena uMesha+ ukumkani wakwaMowabhi, waba ngumfuyi weegusha, yaye wahlawula ukumkani wakwaSirayeli ikhulu lamawaka eemvana nekhulu lamawaka eenkunzi zezimvu ezingachetywanga.
8 Nama-Amoni+ aqalisa ukunikela+ ku-Uziya. Ekugqibeleni udumo lwakhe+ lwaya kufikelela naseYiputa, kuba wabonakalisa amandla ngokomlinganiselo ongaqhelekanga.
10 Ookumkani baseTarshishe nabeziqithi+—Baya kuhlawula unikelo.+Ookumkani bakwaShebha nabakwaSebha—Baya kunikela isipho.+