2 Samuweli 8:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Xa iSiriya yaseDamasko+ yeza kuncedisa uHadadezere ukumkani waseTsobha, wandula ke uDavide waxabela kumaSiriya amadoda angamashumi amabini anesibini amawaka.+ 1 Kronike 19:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ekuhambeni kwexesha oonyana baka-Amoni babona ukuba balivumba elibi+ kuDavide, yaye uHanuni+ noonyana baka-Amoni bathumela iitalente ezilliwaka zesilivere+ ukuziqeshela iinqwelo+ nabakhweli-mahashe eMesopotamiya naseAram-mahaka+ naseTsobha.+
5 Xa iSiriya yaseDamasko+ yeza kuncedisa uHadadezere ukumkani waseTsobha, wandula ke uDavide waxabela kumaSiriya amadoda angamashumi amabini anesibini amawaka.+
6 Ekuhambeni kwexesha oonyana baka-Amoni babona ukuba balivumba elibi+ kuDavide, yaye uHanuni+ noonyana baka-Amoni bathumela iitalente ezilliwaka zesilivere+ ukuziqeshela iinqwelo+ nabakhweli-mahashe eMesopotamiya naseAram-mahaka+ naseTsobha.+