IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 9:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Bandula ke bavuka ekuseni, kwaza kwathi ke kamsinya nje kwakunyuka isifingo uSamuweli wabiza uSawule ephezu kwendlu, esithi: “Vuka, ukuze ndikundulule.” Ngoko uSawule wavuka baza bobabini, yena noSamuweli, baya ngaphandle.

  • IZenzo 10:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ngemini elandelayo njengoko babeqhubeka nohambo lwabo yaye besondela esixekweni, uPetros wenyuka waya phezu kwendlu+ malunga nelixa lesithandathu ukuya kuthandaza.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share