ABagwebi 6:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Kwaye wambiza ngokuthi nguYerubhahali+ ngaloo mini, esithi: “UBhahali makazikhusele ngokwakhe ngokusemthethweni, ngenxa yokuba kukho odilize isibingelelo sakhe.”+ ABagwebi 7:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 UYerubhahali,+ oko kukuthi, uGidiyon,+ nabo bonke abantu ababekunye naye, bavuka ekuseni bamisa inkampu equleni laseHarodi; yaye inkampu yakwaMidiyan yayingasentla kwakhe, kwinduli kaMore, entilini.
32 Kwaye wambiza ngokuthi nguYerubhahali+ ngaloo mini, esithi: “UBhahali makazikhusele ngokwakhe ngokusemthethweni, ngenxa yokuba kukho odilize isibingelelo sakhe.”+
7 UYerubhahali,+ oko kukuthi, uGidiyon,+ nabo bonke abantu ababekunye naye, bavuka ekuseni bamisa inkampu equleni laseHarodi; yaye inkampu yakwaMidiyan yayingasentla kwakhe, kwinduli kaMore, entilini.