Genesis 20:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Emva koko uThixo wafika kuAbhimeleki ephupheni ngobusuku waza wathi kuye: “Yabona, ungofileyo ngenxa yomfazi omthabathileyo,+ ekubeni engumkamntu.”+ Yoweli 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Yenza isijwili, njengoko isenjenjalo intombi enyulu ebhinqe irhonya+ ngenxa yomnini wobutsha bayo.
3 Emva koko uThixo wafika kuAbhimeleki ephupheni ngobusuku waza wathi kuye: “Yabona, ungofileyo ngenxa yomfazi omthabathileyo,+ ekubeni engumkamntu.”+