2 Samuweli 12:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Wathi yena: “Ngoxa umntwana ebesaphila ndazila ukutya+ ndaza ndalila,+ ngenxa yokuba ndazixelela oku, ‘Ngubani na owaziyo enoba uYehova angandibabala, aze ngokuqinisekileyo umntwana aphile?’+ Yona 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngubani na owaziyo ukuba uTHIXO oyinyaniso angajika azisole+ aze abuye ekuvutheni komsindo wakhe, ukuze singatshabalali?”+
22 Wathi yena: “Ngoxa umntwana ebesaphila ndazila ukutya+ ndaza ndalila,+ ngenxa yokuba ndazixelela oku, ‘Ngubani na owaziyo enoba uYehova angandibabala, aze ngokuqinisekileyo umntwana aphile?’+
9 Ngubani na owaziyo ukuba uTHIXO oyinyaniso angajika azisole+ aze abuye ekuvutheni komsindo wakhe, ukuze singatshabalali?”+