2 Kronike 10:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 wahlabela mgama wathetha kubo ngokwecebo labafana,+ esithi: “Ndiya kuyenza nzima ngakumbi idyokhwe yenu, yaye mna, ndiya kongeza kuyo. Ubawo, wanibetha ngezabhokhwe, kodwa mna, ndiya kunibetha ngeekatsi.”+ IMizekeliso 29:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Xa esiba maninzi amalungisa, abantu baba nemihlali;+ kodwa xa kulawula ongendawo, abantu bayancwina.+
14 wahlabela mgama wathetha kubo ngokwecebo labafana,+ esithi: “Ndiya kuyenza nzima ngakumbi idyokhwe yenu, yaye mna, ndiya kongeza kuyo. Ubawo, wanibetha ngezabhokhwe, kodwa mna, ndiya kunibetha ngeekatsi.”+
2 Xa esiba maninzi amalungisa, abantu baba nemihlali;+ kodwa xa kulawula ongendawo, abantu bayancwina.+