Genesis 14:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngaloo ndlela uAbram weva ukuba umntakwabo wayethatyathwe njengomthinjwa.+ Wasuka ke wahlanganisa amadoda akhe aqeqeshiweyo,+ amakhoboka angamakhulu amathathu aneshumi elinesibhozo azalelwe endlwini yakhe,+ waza wasukela ukusa kwaDan.+ Duteronomi 34:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Wenyuka ke uMoses esuka ezinkqantosini zakwaMowabhi waya eNtabeni yeNebho,+ encotsheni yePisga,+ ekhangelene neYeriko.+ Waza uYehova wambonisa lonke ilizwe, ukususela eGiliyadi ukusa kwaDan,+ ABagwebi 18:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngaphezu koko, eso sixeko basibiza ngokuthi yiDan ngegama likayise, uDan,+ owayezalelwe kwaSirayeli.+ Noko ke, igama lakuqala lesixeko+ laliyiLayishe. ABagwebi 20:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngenxa yoko baphuma+ bonke oonyana bakaSirayeli yaye indibano yahlanganisana njengamntu mnye,+ ukususela kwaDan+ kuse eBher-shebha+ kunye nelizwe laseGiliyadi,+ kuYehova eMizpa.+ 2 Kumkani 10:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Kodwa izono zikaYerobhoham+ unyana kaNebhati, awamonisa ngazo uSirayeli,+ uYehu akazange aphambuke ekuzilandeleni, oko kukuthi, amathole egolide+ elinye lawo laliseBheteli elinye likwaDan.+
14 Ngaloo ndlela uAbram weva ukuba umntakwabo wayethatyathwe njengomthinjwa.+ Wasuka ke wahlanganisa amadoda akhe aqeqeshiweyo,+ amakhoboka angamakhulu amathathu aneshumi elinesibhozo azalelwe endlwini yakhe,+ waza wasukela ukusa kwaDan.+
34 Wenyuka ke uMoses esuka ezinkqantosini zakwaMowabhi waya eNtabeni yeNebho,+ encotsheni yePisga,+ ekhangelene neYeriko.+ Waza uYehova wambonisa lonke ilizwe, ukususela eGiliyadi ukusa kwaDan,+
29 Ngaphezu koko, eso sixeko basibiza ngokuthi yiDan ngegama likayise, uDan,+ owayezalelwe kwaSirayeli.+ Noko ke, igama lakuqala lesixeko+ laliyiLayishe.
20 Ngenxa yoko baphuma+ bonke oonyana bakaSirayeli yaye indibano yahlanganisana njengamntu mnye,+ ukususela kwaDan+ kuse eBher-shebha+ kunye nelizwe laseGiliyadi,+ kuYehova eMizpa.+
29 Kodwa izono zikaYerobhoham+ unyana kaNebhati, awamonisa ngazo uSirayeli,+ uYehu akazange aphambuke ekuzilandeleni, oko kukuthi, amathole egolide+ elinye lawo laliseBheteli elinye likwaDan.+