IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Nehemiya 9:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 “Noko ke, abazange bakuthobele+ baza bakuvukela+ baqhubeka bewunikela umva+ umthetho wakho, bababulala abaprofeti bakho,+ ababenikela ubungqina nxamnye nabo ukuze bababuyisele kuwe;+ yaye baqhubeka besenza izenzo zongakungabi nantlonelo okukhulu.+

  • INdumiso 50:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Kaloku, wena—uluthiyile uqeqesho,+

      Namazwi am uqhubeka uwaphosela emva kwakho.+

  • Hezekile 23:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 “Ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuba undilibele+ waza wandinikela umva,+ nawe ke uthwala ihambo yakho evakalala nezenzo zakho zobunongogo.’”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share