ABagwebi 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko oonyana bakaSirayeli benza okubi emehlweni kaYehova, yaye bamlibala uYehova uThixo+ wabo baza bakhonza ooBhahali+ nezibonda ezingcwele.+ 2 Kumkani 17:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 KwanoYuda akazange ayigcine imiyalelo kaYehova uThixo wakhe,+ kodwa waqhubeka ehamba ngemimiselo kaSirayeli+ awayeyenzile. 2 Kronike 12:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yaye kwathi kamsinya ubukumkani bukaRehobhoham bakumiselwa ngokuqinileyo+ yaye esakuba omelele, wawushiya umthetho kaYehova,+ kwanoSirayeli+ wonke ekunye naye. Yeremiya 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ndathi ndakukubona oko, ngenxa yokuba uSirayeli ongathembekanga ekrexezile, ndamndulula+ ndaza ndamnika isiqinisekiso sokuqhawula umtshato naye,+ kanti udade wabo onobuqhophololo uYuda akazange oyike, kodwa naye wasuka waya kuba ngunongogo.+
7 Ngoko oonyana bakaSirayeli benza okubi emehlweni kaYehova, yaye bamlibala uYehova uThixo+ wabo baza bakhonza ooBhahali+ nezibonda ezingcwele.+
19 KwanoYuda akazange ayigcine imiyalelo kaYehova uThixo wakhe,+ kodwa waqhubeka ehamba ngemimiselo kaSirayeli+ awayeyenzile.
12 Yaye kwathi kamsinya ubukumkani bukaRehobhoham bakumiselwa ngokuqinileyo+ yaye esakuba omelele, wawushiya umthetho kaYehova,+ kwanoSirayeli+ wonke ekunye naye.
8 Ndathi ndakukubona oko, ngenxa yokuba uSirayeli ongathembekanga ekrexezile, ndamndulula+ ndaza ndamnika isiqinisekiso sokuqhawula umtshato naye,+ kanti udade wabo onobuqhophololo uYuda akazange oyike, kodwa naye wasuka waya kuba ngunongogo.+