IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 20:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “Owu Yehova, ndiyakubongoza, khawuncede ukhumbule+ ukuba ndiye ndahamba+ ngenyaniso+ phambi kwakho nangentliziyo epheleleyo,+ yaye okulungileyo emehlweni akho ndikwenzile.”+ Yaye uHezekiya walila kakhulu.+

  • 2 Kronike 25:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Wenza okulungileyo emehlweni kaYehova,+ kuphela akakwenzanga ngentliziyo epheleleyo.+

  • 2 Kronike 31:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Yaye uHezekiya wenza ngolo hlobo kuye wonke uYuda, yaye waqhubeka esenza okulungileyo+ nokufanelekileyo+ nokuthembekileyo+ phambi kukaYehova uThixo wakhe.

  • INdumiso 119:80
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  80 Intliziyo yam mayingqineke ingenasiphoso kwimimiselo yakho,+

      Ukuze ndingabi neentloni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share