2 Kumkani 4:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Wandula ke waya kumbeka phezu kwesingqengqelo+ somntu kaTHIXO oyinyaniso+ waza waluvala ucango waphuma. 2 Kumkani 4:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ekugqibeleni uElisha wangena endlwini, nantso inkwenkwe ifile, ilaliswe esingqengqelweni sakhe.+
21 Wandula ke waya kumbeka phezu kwesingqengqelo+ somntu kaTHIXO oyinyaniso+ waza waluvala ucango waphuma.