1 Kumkani 18:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Kwathi ngelo xesha+ lokunyuka komnikelo wokudla okuziinkozo umprofeti uEliya wasondela waza wathi: “Owu Yehova, THIXO ka-Abraham,+ kaIsake+ noSirayeli,+ yenza kwaziwe namhlanje ukuba unguThixo kwaSirayeli+ yaye mna ndingumkhonzi wakho nezi zinto zonke ndizenze ngokwelizwi lakho.+ INdumiso 99:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 UMoses noAron babephakathi kwababingeleli bakhe,+NoSamuweli wayephakathi kwabo babiza egameni lakhe.+Babebiza kuYehova, yaye yena waqhubeka ebaphendula.+ Mateyu 21:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kwaye zonke izinto enizicela emthandazweni, ninokholo, niya kuzifumana.”+
36 Kwathi ngelo xesha+ lokunyuka komnikelo wokudla okuziinkozo umprofeti uEliya wasondela waza wathi: “Owu Yehova, THIXO ka-Abraham,+ kaIsake+ noSirayeli,+ yenza kwaziwe namhlanje ukuba unguThixo kwaSirayeli+ yaye mna ndingumkhonzi wakho nezi zinto zonke ndizenze ngokwelizwi lakho.+
6 UMoses noAron babephakathi kwababingeleli bakhe,+NoSamuweli wayephakathi kwabo babiza egameni lakhe.+Babebiza kuYehova, yaye yena waqhubeka ebaphendula.+