1 Kumkani 16:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 UAhabhi waqhubela phambili wenza isibonda esingcwele;+ yaye uAhabhi wenza okungakumbi ukuze acaphukise+ uYehova uTHIXO kaSirayeli kunabo bonke ookumkani bakwaSirayeli ababengaphambi kwakhe.
33 UAhabhi waqhubela phambili wenza isibonda esingcwele;+ yaye uAhabhi wenza okungakumbi ukuze acaphukise+ uYehova uTHIXO kaSirayeli kunabo bonke ookumkani bakwaSirayeli ababengaphambi kwakhe.