ABagwebi 5:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Umsinga waseKishon wabakhukulisa,+Umsinga wemihla yamandulo, umsinga waseKishon.+Wanyathela ngamandla,+ Owu mphefumlo wam. INdumiso 83:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yenza kubo njengakwiMidiyan,+ njengakuSisera,+NjengakuYabhin+ entlanjeni yaseKishon.+
21 Umsinga waseKishon wabakhukulisa,+Umsinga wemihla yamandulo, umsinga waseKishon.+Wanyathela ngamandla,+ Owu mphefumlo wam.