Mika 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Yeha abo baceba okwenzakalisayo, nabo baqhelisela ububi, kwiimandlalo zabo!+ Ngokukhanya kwakusasa bakwenze,+ ngenxa yokuba kusemandleni esandla sabo.+ Mika 7:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Izandla zabo ziphezu kobubi, ukuba bakwenze kakuhle;+ inkosana icela okuthile, nogwebayo wenjenjalo ngomvuzo,+ nomkhulu uthetha okunqwenelwa ngumphefumlo wakhe, owakhe kanye;+ benjenjalo ke ukuyiphotha.
2 “Yeha abo baceba okwenzakalisayo, nabo baqhelisela ububi, kwiimandlalo zabo!+ Ngokukhanya kwakusasa bakwenze,+ ngenxa yokuba kusemandleni esandla sabo.+
3 Izandla zabo ziphezu kobubi, ukuba bakwenze kakuhle;+ inkosana icela okuthile, nogwebayo wenjenjalo ngomvuzo,+ nomkhulu uthetha okunqwenelwa ngumphefumlo wakhe, owakhe kanye;+ benjenjalo ke ukuyiphotha.