2 Kumkani 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 UAhaziya wawa+ kuthango lwegumbi lakhe eliseluphahleni+ elaliseSamariya waza wagula. Ngoko wathumela abathunywa waza wathi kubo: “Hambani, niye kubuza+ kuBhahali-zebhubhi+ uthixo wase-Ekron+ enoba ndiya kuphila na kwesi sifo.”+
2 UAhaziya wawa+ kuthango lwegumbi lakhe eliseluphahleni+ elaliseSamariya waza wagula. Ngoko wathumela abathunywa waza wathi kubo: “Hambani, niye kubuza+ kuBhahali-zebhubhi+ uthixo wase-Ekron+ enoba ndiya kuphila na kwesi sifo.”+