1 Samuweli 25:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Xa uAbhigali wabona uDavide, kwaoko wangxama wehla e-esileni, wawa ngobuso phambi koDavide waza waqubuda+ emhlabeni.
23 Xa uAbhigali wabona uDavide, kwaoko wangxama wehla e-esileni, wawa ngobuso phambi koDavide waza waqubuda+ emhlabeni.