IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 12:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ukuba niya kumoyika uYehova+ nize okunene nimkhonze+ nithobele nelizwi lakhe,+ yaye ningawuvukeli+ umyalelo kaYehova, kokubini nina nokumkani omele anilawule ngokuqinisekileyo niya kuba ngabalandeli bakaYehova uThixo wenu.

  • 1 Kumkani 8:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Ke kaloku, Yehova THIXO kaSirayeli, kugcine kumkhonzi wakho uDavide ubawo oko wamthembisa kona, usithi, ‘Akuyi kubakho mntu wakho uya kunqunyulwa phambi kwam ukuba ahlale etroneni kaSirayeli,+ ukuba kuphela oonyana bakho baya kunyamekela indlela yabo ngokuhamba phambi kwam kanye njengoko wahambayo phambi kwam.’

  • 1 Kronike 28:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 “Ke wena, Solomon nyana wam, uze umazi+ uTHIXO kayihlo, umkhonze+ ngentliziyo epheleleyo+ nangomphefumlo onoyolo;+ kuba uYehova uyazigocagoca zonke iintliziyo,+ akuqonde konke ukutyekela kweengcamango.+ Ukuba uthe wamfuna, uya kumfumana;+ kodwa ukuba uthe wamshiya,+ uya kukulahla ngonaphakade.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share