2 Samuweli 8:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kwaye uYowabhi+ unyana kaTseruya wayephethe umkhosi; uYehoshafati+ unyana ka-Ahiludi wayegcina ingxelo. 1 Kumkani 2:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ingxelo yaya kufikelela kuYowabhi+—kuba uYowabhi ngokwakhe wayetyekele ekulandeleni uAdoniya,+ nangona wayengatyekelanga ekulandeleni uAbhisalom+—yaye uYowabhi wasabela ententeni+ kaYehova waza wabambelela nkqi kwiimpondo zesibingelelo.+
16 Kwaye uYowabhi+ unyana kaTseruya wayephethe umkhosi; uYehoshafati+ unyana ka-Ahiludi wayegcina ingxelo.
28 Ingxelo yaya kufikelela kuYowabhi+—kuba uYowabhi ngokwakhe wayetyekele ekulandeleni uAdoniya,+ nangona wayengatyekelanga ekulandeleni uAbhisalom+—yaye uYowabhi wasabela ententeni+ kaYehova waza wabambelela nkqi kwiimpondo zesibingelelo.+