2 Samuweli 16:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kwathi ke, kamsinya nje akufika uHushayi+ umArki,+ iqabane likaDavide,+ kuAbhisalom, uHushayi wathi kuAbhisalom: “Makaphile ukumkani!+ Makaphile ukumkani!” 2 Kronike 23:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Bandula ke bamkhupha unyana kakumkani+ baza bambeka isithsaba+ neSingqino+ bamenza ukumkani, yaye uYehoyada noonyana bakhe bamthambisa+ bathi: “Makaphile ukumkani!”+
16 Kwathi ke, kamsinya nje akufika uHushayi+ umArki,+ iqabane likaDavide,+ kuAbhisalom, uHushayi wathi kuAbhisalom: “Makaphile ukumkani!+ Makaphile ukumkani!”
11 Bandula ke bamkhupha unyana kakumkani+ baza bambeka isithsaba+ neSingqino+ bamenza ukumkani, yaye uYehoyada noonyana bakhe bamthambisa+ bathi: “Makaphile ukumkani!”+