1 Kumkani 18:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kwathi emva kweentsuku ezininzi+ kwafika ilizwi likaYehova kuEliya ngonyaka wesithathu, lisithi: “Hamba, uye kuzibonakalisa kuAhabhi, njengoko ndizimisele ukunisa imvula phezu komhlaba.”+ INdumiso 68:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Waqalisa ukunisa izantyalantyala zemvula, Thixo;+Ilifa lakho, kwanaxa lalibharhile—wena walihlaziya.+
18 Kwathi emva kweentsuku ezininzi+ kwafika ilizwi likaYehova kuEliya ngonyaka wesithathu, lisithi: “Hamba, uye kuzibonakalisa kuAhabhi, njengoko ndizimisele ukunisa imvula phezu komhlaba.”+
9 Waqalisa ukunisa izantyalantyala zemvula, Thixo;+Ilifa lakho, kwanaxa lalibharhile—wena walihlaziya.+