Isaya 55:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Kuba njengoko amazulu ephakamile kunomhlaba,+ ngokunjalo neendlela zam ziphakamile kuneendlela zenu,+ neengcamango zam kuneengcamango zenu.+ Yeremiya 10:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ndazi kakuhle, Yehova, ukuba ayikho semntwini wasemhlabeni indlela yakhe. Asikokomntu ohambayo ukwalathisa inyathelo lakhe.+
9 “Kuba njengoko amazulu ephakamile kunomhlaba,+ ngokunjalo neendlela zam ziphakamile kuneendlela zenu,+ neengcamango zam kuneengcamango zenu.+
23 Ndazi kakuhle, Yehova, ukuba ayikho semntwini wasemhlabeni indlela yakhe. Asikokomntu ohambayo ukwalathisa inyathelo lakhe.+