IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 2:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 yabona ndilakhela+ indlu igama+ likaYehova uThixo wam ukuba ndiyingcwalisele+ yena, ukuze kutshiswe isiqhumiso sobulawu+ phambi kwakhe, nesonka esikrozisiweyo+ esibekwa rhoqo neminikelo etshiswayo kusasa nangokuhlwa,+ ngeesabatha+ nangokuthwasa kweenyanga+ nangamaxesha emithendeleko+ kaYehova uThixo wethu. Oku kuya kubakho ukusa kwixesha elingenammiselo+ kwaSirayeli.

  • 2 Kronike 7:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 UKumkani uSolomon wabingelela ngamashumi amabini anesibini amawaka eenkomo nekhulu elinamashumi amabini amawaka ezimvu.+ Ngaloo ndlela ukumkani nabo bonke abantu bayisungula+ indlu kaTHIXO oyinyaniso.

  • Ezra 6:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Yaye oonyana bakaSirayeli, ababingeleli nabaLevi+ nabanye ababethinjiwe ngaphambili+ bakusungula ngovuyo ukuvulwa+ kwale ndlu kaThixo.

  • Nehemiya 12:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Kwaye ekusungulweni+ kodonga lwaseYerusalem kwafunwa abaLevi, ukuba bakhutshwe kuzo zonke iindawo zabo baye eYerusalem ukuze kusungulwe ngemihlali nangemibulelo+ nangengoma,+ amacangci nemirhubhe+ nangeehadi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share