Levitikus 18:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngako oko ilizwe aliyi kunihlanza ngenxa yokulenza inqambi kwenu njengoko beliya kuzihlanza iintlanga ezaziphambi kwenu.+ Duteronomi 4:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 ngoko ke namhlanje amazulu nomhlaba+ ngamangqina am okuba, niya kutshabalala ngokukhawuleza ezweni eniwela iYordan nisiya kulidla ilifa. Anisayi kuyandisa imihla yenu kulo, ngokuba niya kubhujiswa ngokuqinisekileyo.+ 2 Kumkani 17:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 de uYehova wamshenxisa uSirayeli phambi kwakhe,+ kanye njengoko wayethethile ngabo bonke abakhonzi bakhe abaprofeti.+ Ngoko uSirayeli wemka emhlabeni wakhe waya ekuthinjweni eAsiriya de kube namhla.+
28 Ngako oko ilizwe aliyi kunihlanza ngenxa yokulenza inqambi kwenu njengoko beliya kuzihlanza iintlanga ezaziphambi kwenu.+
26 ngoko ke namhlanje amazulu nomhlaba+ ngamangqina am okuba, niya kutshabalala ngokukhawuleza ezweni eniwela iYordan nisiya kulidla ilifa. Anisayi kuyandisa imihla yenu kulo, ngokuba niya kubhujiswa ngokuqinisekileyo.+
23 de uYehova wamshenxisa uSirayeli phambi kwakhe,+ kanye njengoko wayethethile ngabo bonke abakhonzi bakhe abaprofeti.+ Ngoko uSirayeli wemka emhlabeni wakhe waya ekuthinjweni eAsiriya de kube namhla.+