Genesis 49:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Bonke aba zizizwe ezilishumi elinesibini zakwaSirayeli, yaye kuko oko awakuthethayo kubo uyise ekubasikeleleni kwakhe. Wasikelela ngamnye kubo ngokwentsikelelo yakhe.+ Eksodus 24:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngako oko wawabhala phantsi uMoses onke amazwi kaYehova.+ Wavuka ekuseni waza wakha isibingelelo emazantsi entaba neentsika ezilishumi elinesibini ngokwezizwe ezilishumi elinesibini zakwaSirayeli.+
28 Bonke aba zizizwe ezilishumi elinesibini zakwaSirayeli, yaye kuko oko awakuthethayo kubo uyise ekubasikeleleni kwakhe. Wasikelela ngamnye kubo ngokwentsikelelo yakhe.+
4 Ngako oko wawabhala phantsi uMoses onke amazwi kaYehova.+ Wavuka ekuseni waza wakha isibingelelo emazantsi entaba neentsika ezilishumi elinesibini ngokwezizwe ezilishumi elinesibini zakwaSirayeli.+