Levitikus 18:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 “‘Uze ungavumeli namnye wenzala yakho ukuba anikelwe+ kuMoleki.+ Ungalihlambeli+ igama loThixo wakho ngaloo ndlela. NdinguYehova.+ Levitikus 20:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Yithi koonyana bakaSirayeli, ‘Nawuphi na umntu koonyana bakaSirayeli, naye nawuphi na umphambukeli ophambukele kwaSirayeli, othe wanikela nayiphi na yenzala yakhe kuMoleki,+ makabulawe afe. Abantu belizwe eli bafanele bamgibisele ngamatye afe. Zefaniya 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 nabo baqubuda eluphahleni kuwo umkhosi wamazulu,+ nabo baqubudayo,+ besenza izifungo ezinzulu kuYehova+ kwaye besenza izifungo ezinzulu ngoMalekam;+ IZenzo 7:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Kodwa nathabatha intente kaMolokhi+ nenkwenkwezi+ kathixo uRefan, imifanekiso enayenzayo ukuze niyinqule. Ngenxa yoko ndiza kunigxothela+ ngaphaya kweBhabhiloni.’
21 “‘Uze ungavumeli namnye wenzala yakho ukuba anikelwe+ kuMoleki.+ Ungalihlambeli+ igama loThixo wakho ngaloo ndlela. NdinguYehova.+
2 “Yithi koonyana bakaSirayeli, ‘Nawuphi na umntu koonyana bakaSirayeli, naye nawuphi na umphambukeli ophambukele kwaSirayeli, othe wanikela nayiphi na yenzala yakhe kuMoleki,+ makabulawe afe. Abantu belizwe eli bafanele bamgibisele ngamatye afe.
5 nabo baqubuda eluphahleni kuwo umkhosi wamazulu,+ nabo baqubudayo,+ besenza izifungo ezinzulu kuYehova+ kwaye besenza izifungo ezinzulu ngoMalekam;+
43 Kodwa nathabatha intente kaMolokhi+ nenkwenkwezi+ kathixo uRefan, imifanekiso enayenzayo ukuze niyinqule. Ngenxa yoko ndiza kunigxothela+ ngaphaya kweBhabhiloni.’